Izolo

Bekunga kungafana nayizolo,

Imini nobusuku bayizolo,

Zola, nzonzobila yentliziyo yam.

Thomalal’isingxolo, Somadinga!

Umlisela nomthinjan‘ubenenzolo.

Ibenokuphol’iminxunguphalo

O’Nxah’ namanxeb ‘angaphiliswa.

Xa bendingahamba, ndixel’izolo,

Lona lithe limnka, labe likhumbuleka.

Litshon’ilanga kusihlwa, zekwafika nobusuku,

Ndimile ndingagungqi, ndibambelele kulo.

Ubungadlulisa nje ngezolo,

Uzihlamb’izandl’usul’inyembezi,

Ngob’okwenzekileyo kohlala kufana, nokudaliweyo.

Okuhle kuvimba wezikhumbuzo nenkumbulo,

Njengoba wenjenjalo kokudlulileyo.

Linga lingazol’Izulu, kuphele nezaqhwithi

Buqhakaz’ubuncwane bentyatyambo nje ngase hlobo

Achum’amasimi nje ngemihla yentlutha

Bendinga ndingazalwa ngokwayizolo

Kwihlabathi nenkolelo zexhego nexhegokazi

Bona bahlahl’indlela, kwatsho kwadeda nobumyama,

Zathokothelan’imazi, nenkunzi zazo

Imityhungatyha yemigca yomanyano,

Isithi; ‘siyalilanda lel’ilizwe, nenkululeko yalo’.

Lakhaziml’ibhelukazi, uMzantsi wazalwa ngokutsha.

Inene ndikhumbula lona, IZOLO!dsc03764

Who Are they, the Gupta’s, Where do they come from?

The Ackerman’s, Kerzner’s, Rupert’s, Ball’s, Oppenheimer’s played a role in the Struggle of South Africa in terms of funds, now they’re laying low, focusing more on their affairs…
Where do the Gupta’s come from, what did they do for the Country than sucking blood?

They surfaced and turn our South Africa into a chaotic, lawless country, bulldozed every Political structures of this country…
What is that, the Country owes to the Gupta’s?
What is that, the Gupta’s have over our President?
Can someone please enlighten me….

Who Are the Gupta’s, Where do they come from?